Genesis 7:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ngoko uNowa wangena emkhombeni, kunye noonyana bakhe nomfazi wakhe noomolokazana bakhe, ngaphambi kokugaleleka kwamanzi kanogumbe.+ Mateyu 24:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 Kuba njengokuba babenjalo ngaloo mihla yangaphambi komkhukula, besidla, besela, amadoda etshata namabhinqa etshatiswa, de kwaba yimini awangena ngayo uNowa+ emkhombeni;+
7 Ngoko uNowa wangena emkhombeni, kunye noonyana bakhe nomfazi wakhe noomolokazana bakhe, ngaphambi kokugaleleka kwamanzi kanogumbe.+
38 Kuba njengokuba babenjalo ngaloo mihla yangaphambi komkhukula, besidla, besela, amadoda etshata namabhinqa etshatiswa, de kwaba yimini awangena ngayo uNowa+ emkhombeni;+