Isaya 53:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Liya kuba phakathi kwabangendawo ingcwaba lakhe,+ abe phakathi kodidi lwezityebi ekufeni kwakhe,+ nakubeni engenzanga lugonyamelo+ yaye kungekho nkohliso emlonyeni wakhe.+ IZenzo 13:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Bakuba, ke, bezifezile zonke izinto ezazibhaliwe ngaye,+ bamthula esibondeni+ baza bambeka engcwabeni lenkumbulo.+
9 Liya kuba phakathi kwabangendawo ingcwaba lakhe,+ abe phakathi kodidi lwezityebi ekufeni kwakhe,+ nakubeni engenzanga lugonyamelo+ yaye kungekho nkohliso emlonyeni wakhe.+
29 Bakuba, ke, bezifezile zonke izinto ezazibhaliwe ngaye,+ bamthula esibondeni+ baza bambeka engcwabeni lenkumbulo.+