Marko 9:50 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 50 Ityuwa isulungekile; kodwa ukuba ityuwa iphelelwa sisongo sayo, niya kuyinonga ngantoni na yona ngokwayo?+ Yibani netyuwa+ kuni, yaye hlalani ninoxolo+ phakathi kwenu.”
50 Ityuwa isulungekile; kodwa ukuba ityuwa iphelelwa sisongo sayo, niya kuyinonga ngantoni na yona ngokwayo?+ Yibani netyuwa+ kuni, yaye hlalani ninoxolo+ phakathi kwenu.”