Roma 12:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ukuba kunokwenzeka, zamani ngokusemandleni enu, ukuba noxolo+ nabantu bonke. Efese 4:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Makungaphumi lizwi libolileyo emlonyeni wenu,+ kodwa mayibe lelilungele ukwakha njengoko kusenokuba yimfuneko, ukuze libanike oko kukholekileyo abevayo.+ 1 Tesalonika 5:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 nikelani ingqalelo engakumbi ngokugqithiseleyo kubo ngothando ngenxa yomsebenzi wabo.+ Yibani noxolo omnye nomnye.+ Hebhere 12:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Phuthumani uxolo nabantu bonke,+ nobungcwalisa+ ekungekho mntu uya kuyibona iNkosi ngaphandle kwabo,+
29 Makungaphumi lizwi libolileyo emlonyeni wenu,+ kodwa mayibe lelilungele ukwakha njengoko kusenokuba yimfuneko, ukuze libanike oko kukholekileyo abevayo.+
13 nikelani ingqalelo engakumbi ngokugqithiseleyo kubo ngothando ngenxa yomsebenzi wabo.+ Yibani noxolo omnye nomnye.+
14 Phuthumani uxolo nabantu bonke,+ nobungcwalisa+ ekungekho mntu uya kuyibona iNkosi ngaphandle kwabo,+