INdumiso 34:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Suka kokubi, wenze okulungileyo;+Funa ukufumana uxolo, ulusukele.+ Roma 12:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ukuba kunokwenzeka, zamani ngokusemandleni enu, ukuba noxolo+ nabantu bonke. Roma 14:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Ngoko, ke, masisukele izinto ezisingisa eluxolweni+ nezinto ezakhayo komnye nomnye.+ 2 Timoti 2:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Ngoko, zisabe iinkanuko zobutsha,+ uphuthume ubulungisa,+ ukholo, uthando, uxolo,+ kunye nabo babiza eNkosini ngentliziyo ehlambulukileyo.+
22 Ngoko, zisabe iinkanuko zobutsha,+ uphuthume ubulungisa,+ ukholo, uthando, uxolo,+ kunye nabo babiza eNkosini ngentliziyo ehlambulukileyo.+