Efese 4:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Kodwa yibani nobubele+ omnye komnye, nibe nemfesane,+ nixolelane ngesisa kanye njengokuba noThixo wanixolelayo ngesisa ngaye uKristu.+ Kolose 3:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Qhubekani ninyamezelana yaye nixolelana ngesisa+ ukuba nabani na unesizathu sokukhalazela+ omnye. Kanye njengoko uYehova wanixolela ngesisa,+ yenzani njalo nani.
32 Kodwa yibani nobubele+ omnye komnye, nibe nemfesane,+ nixolelane ngesisa kanye njengokuba noThixo wanixolelayo ngesisa ngaye uKristu.+
13 Qhubekani ninyamezelana yaye nixolelana ngesisa+ ukuba nabani na unesizathu sokukhalazela+ omnye. Kanye njengoko uYehova wanixolela ngesisa,+ yenzani njalo nani.