Mateyu 6:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 “Kuba ukuba niyabaxolela abantu izigqitho zabo, noYihlo osemazulwini uya kunixolela;+ Mateyu 18:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 UBawo osemazulwini uya kuqhubana nani ngohlobo olufanayo+ ukuba anixoleli ngamnye umzalwana wakhe ngokusuka ezintliziyweni zenu.”+ Marko 11:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Xa nimile nithandaza, xolelani+ nakuphi na eninako nxamnye naye nabani na; ukuze noYihlo osemazulwini anixolele izigqitho zenu.”+ 2 Korinte 2:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Xa sukuba nixolela nabani na ngobubele, nam ndiyamxolela.+ Enyanisweni, mna ke, nakuphi na endikuxolele ngobubele, ukuba ndiye ndaxolela ngobubele, bekungenxa yenu emehlweni kaKristu;
35 UBawo osemazulwini uya kuqhubana nani ngohlobo olufanayo+ ukuba anixoleli ngamnye umzalwana wakhe ngokusuka ezintliziyweni zenu.”+
25 Xa nimile nithandaza, xolelani+ nakuphi na eninako nxamnye naye nabani na; ukuze noYihlo osemazulwini anixolele izigqitho zenu.”+
10 Xa sukuba nixolela nabani na ngobubele, nam ndiyamxolela.+ Enyanisweni, mna ke, nakuphi na endikuxolele ngobubele, ukuba ndiye ndaxolela ngobubele, bekungenxa yenu emehlweni kaKristu;