Genesis 1:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Wahlabela mgama ke uThixo wathi: “Umhlaba mawuhlume ingca, utyani obuvelisa imbewu,+ imithi yeziqhamo evelisa iziqhamo ngohlobo lwayo,+ embewu yayo ekuyo,+ emhlabeni.” Kwaza kwaba njalo. Luka 6:44 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 44 Kuba umthi ngamnye waziwa ngesiqhamo sawo.+ Ngokomzekelo, abantu abahlanganisi amakhiwane emeveni, bengakhi neediliya kwityholo elinameva.+ Yakobi 3:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Bazalwana bam, umkhiwane awunakuvelisa iziqhamo zomnquma, nomdiliya awunakuvelisa amakhiwane, andibi kunjalo?+ Engenako namanzi amtyuba ukuvelisa amanzi amnandi.
11 Wahlabela mgama ke uThixo wathi: “Umhlaba mawuhlume ingca, utyani obuvelisa imbewu,+ imithi yeziqhamo evelisa iziqhamo ngohlobo lwayo,+ embewu yayo ekuyo,+ emhlabeni.” Kwaza kwaba njalo.
44 Kuba umthi ngamnye waziwa ngesiqhamo sawo.+ Ngokomzekelo, abantu abahlanganisi amakhiwane emeveni, bengakhi neediliya kwityholo elinameva.+
12 Bazalwana bam, umkhiwane awunakuvelisa iziqhamo zomnquma, nomdiliya awunakuvelisa amakhiwane, andibi kunjalo?+ Engenako namanzi amtyuba ukuvelisa amanzi amnandi.