Luka 13:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Ngapha koko, abantu baya kuza bevela kwimimandla yasempumalanga nasentshonalanga, nasemntla nasemzantsi,+ yaye baya kungqendeva etafileni ebukumkanini bukaThixo.+
29 Ngapha koko, abantu baya kuza bevela kwimimandla yasempumalanga nasentshonalanga, nasemntla nasemzantsi,+ yaye baya kungqendeva etafileni ebukumkanini bukaThixo.+