IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Luka 14:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Akuva ezi zinto omnye weendwendwe ezingamadlelane wathi kuye: “Unoyolo lowo udla isonka ebukumkanini bukaThixo.”+

  • Luka 22:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 kuba ndithi kuni, Andiyi kuyidla kwakhona ide izaliseke ebukumkanini bukaThixo.”+

  • IZenzo 2:39
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 39 Kuba esi sithembiso+ senzelwa nina nabantwana benu nabo bonke abo bakude,+ bonke abo uYehova uThixo wethu asenokubabizela kuye.”+

  • ISityhilelo 5:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Baza bavuma ingoma+ entsha, besithi: “Ukufanele ukuwuthabatha umsongo uze uvule amatywina awo, ngenxa yokuba waxhelwa waza ngegazi+ lakho wathengela+ uThixo+ abantu bephuma kuzo zonke izizwe neelwimi nabantu neentlanga,

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share