IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Marko 5:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Yaye ngoko bambongoza ukuba emke kwizithili zabo.+

  • Luka 8:37
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 37 Ngoko yonke inkitha evela kwimimandla yelizwe lamaGerasa yamcela ukuba emke kuyo, ngenxa yokuba yayibanjwe nkqi luloyiko olukhulu.+ Ngoko wakhwela isikhephe wemka.

  • IZenzo 16:39
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 39 Ngoko beza bababongoza baza, emva kokubakhupha, babacela ukuba bemke kweso sixeko.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share