Mateyu 4:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ngokubhekele phaya, akuba eyishiyile iNazarete, waya kuhlala eKapernahum+ ngaselwandle kwizithili zakwaZebhulon nakwaNafetali,+ Marko 2:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Noko ke, emva kweentsuku ezithile wangena kwakhona eKapernahum yaye kwabakho ingxelo yokuba usekhaya.+ Luka 8:37 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 37 Ngoko yonke inkitha evela kwimimandla yelizwe lamaGerasa yamcela ukuba emke kuyo, ngenxa yokuba yayibanjwe nkqi luloyiko olukhulu.+ Ngoko wakhwela isikhephe wemka.
13 Ngokubhekele phaya, akuba eyishiyile iNazarete, waya kuhlala eKapernahum+ ngaselwandle kwizithili zakwaZebhulon nakwaNafetali,+
2 Noko ke, emva kweentsuku ezithile wangena kwakhona eKapernahum yaye kwabakho ingxelo yokuba usekhaya.+
37 Ngoko yonke inkitha evela kwimimandla yelizwe lamaGerasa yamcela ukuba emke kuyo, ngenxa yokuba yayibanjwe nkqi luloyiko olukhulu.+ Ngoko wakhwela isikhephe wemka.