Marko 2:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kodwa ukuze nazi ukuba uNyana womntu+ unegunya lokuxolela izono phezu komhlaba,”+—wathi kofe umzimba: Luka 5:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Kodwa ukuze nina nazi ukuba uNyana womntu unegunya emhlabeni lokuxolela izono—” wathi kumntu ofe umzimba: “Ndithi kuwe, Sukuma uthabathe umandlalo wakho omncinane, uhambe ugoduke.”+
10 Kodwa ukuze nazi ukuba uNyana womntu+ unegunya lokuxolela izono phezu komhlaba,”+—wathi kofe umzimba:
24 Kodwa ukuze nina nazi ukuba uNyana womntu unegunya emhlabeni lokuxolela izono—” wathi kumntu ofe umzimba: “Ndithi kuwe, Sukuma uthabathe umandlalo wakho omncinane, uhambe ugoduke.”+