Mateyu 9:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Noko ke, ukuze nazi ukuba uNyana womntu unegunya emhlabeni lokuxolela izono+—” ngoko wathi kofe umzimba: “Sukuma, thabatha umandlalo wakho, uhambe ugoduke.”+ Marko 2:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 “Ndithi kuwe, Sukuma, thabatha ukhuko lwakho, uhambe ugoduke.”+ Yohane 5:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 UYesu wathi kuye: “Sukuma, thabatha ukhuko lwakho uhambe.”+
6 Noko ke, ukuze nazi ukuba uNyana womntu unegunya emhlabeni lokuxolela izono+—” ngoko wathi kofe umzimba: “Sukuma, thabatha umandlalo wakho, uhambe ugoduke.”+