IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Mateyu 9:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Noko ke, ukuze nazi ukuba uNyana womntu unegunya emhlabeni lokuxolela izono+—” ngoko wathi kofe umzimba: “Sukuma, thabatha umandlalo wakho, uhambe ugoduke.”+

  • Marko 2:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 “Ndithi kuwe, Sukuma, thabatha ukhuko lwakho, uhambe ugoduke.”+

  • Luka 5:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 Kodwa ukuze nina nazi ukuba uNyana womntu unegunya emhlabeni lokuxolela izono—” wathi kumntu ofe umzimba: “Ndithi kuwe, Sukuma uthabathe umandlalo wakho omncinane, uhambe ugoduke.”+

  • IZenzo 3:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Ngako oko wayibamba ngesandla sasekunene+ waza wayiphakamisa. Ngephanyazo iintende zeenyawo zayo namathambo amaqatha ayo aqiniswa;+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share