IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Marko 4:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Kodwa enye yawela kumhlaba omhle,+ yakhula, yanda, yavelisa isiqhamo, yathwala ngokuphindwe kangangamashumi amathathu, namashumi amathandathu nekhulu.”+

  • Luka 8:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Enye yawela emhlabeni olungileyo, yaza, emva kokuhluma, yavelisa isiqhamo ngokuphindwe kalikhulu.”+ Njengoko wayexela ezi zinto, waqala ukumemeza wathi: “Lowo uneendlebe zokuphulaphula, makaphulaphule.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share