Mateyu 13:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ukanti enye yawela kumhlaba omhle yaza yavelisa isiqhamo,+ enye yavelisa ikhulu, enye amashumi amathandathu, nenye amashumi amathathu.+ Marko 4:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ekugqibeleni, leyo ihlwayelwe kumhlaba omhle ngabo baphulaphula ilizwi baze balamkele kakuhle yaye bathwale isiqhamo ngokuphindwe kangangamashumi amathathu namashumi amathandathu nekhulu.”+ Luka 8:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Enye yawela emhlabeni olungileyo, yaza, emva kokuhluma, yavelisa isiqhamo ngokuphindwe kalikhulu.”+ Njengoko wayexela ezi zinto, waqala ukumemeza wathi: “Lowo uneendlebe zokuphulaphula, makaphulaphule.”+ Yohane 15:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Mna ndingumdiliya, nina ningamasebe. Lowo uhlala emanyene nam, nam ndimanyene naye, yena uthwala isiqhamo esininzi;+ ngenxa yokuba ngaphandle kwam aninakwenza nto konke konke. Kolose 1:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 eziye zabakho kuni, kwananjengoko zivelisa isiqhamo+ yaye zisanda+ kulo lonke ihlabathi+ kanye njengoko zisenza kwanaphakathi kwenu, kususela ngemini enabuvayo naza nabazi ngokuchanileyo ububele obungasifanelanga+ bukaThixo ngenyaniso.+
8 Ukanti enye yawela kumhlaba omhle yaza yavelisa isiqhamo,+ enye yavelisa ikhulu, enye amashumi amathandathu, nenye amashumi amathathu.+
20 Ekugqibeleni, leyo ihlwayelwe kumhlaba omhle ngabo baphulaphula ilizwi baze balamkele kakuhle yaye bathwale isiqhamo ngokuphindwe kangangamashumi amathathu namashumi amathandathu nekhulu.”+
8 Enye yawela emhlabeni olungileyo, yaza, emva kokuhluma, yavelisa isiqhamo ngokuphindwe kalikhulu.”+ Njengoko wayexela ezi zinto, waqala ukumemeza wathi: “Lowo uneendlebe zokuphulaphula, makaphulaphule.”+
5 Mna ndingumdiliya, nina ningamasebe. Lowo uhlala emanyene nam, nam ndimanyene naye, yena uthwala isiqhamo esininzi;+ ngenxa yokuba ngaphandle kwam aninakwenza nto konke konke.
6 eziye zabakho kuni, kwananjengoko zivelisa isiqhamo+ yaye zisanda+ kulo lonke ihlabathi+ kanye njengoko zisenza kwanaphakathi kwenu, kususela ngemini enabuvayo naza nabazi ngokuchanileyo ububele obungasifanelanga+ bukaThixo ngenyaniso.+