Mateyu 13:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Leyo ke ihlwayelwe emhlabeni omhle, ngulowo ulivayo ilizwi aliqonde, aze ngokwenene avelise isiqhamo, omnye avelise ikhulu, omnye amashumi amathandathu, omnye amashumi amathathu.”+ Roma 7:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ngoko, bazalwana bam, nani nenziwa abafileyo kuwo uMthetho+ ngawo umzimba kaKRISTU, ukuze nibe ngabomnye,+ abalowo wavuswayo kwabafileyo,+ ukuze sibe nokuthwala isiqhamo+ kuThixo. Kolose 1:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 ukuze nihambe ngokumfaneleyo+ uYehova+ nize nimkholise ngokupheleleyo njengoko niqhubeka nivelisa isiqhamo kuwo wonke umsebenzi olungileyo+ lusanda nolwazi lwenu oluchanileyo+ ngoThixo, 2 Petros 1:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Kuba ukuba ezi zinto zikho kuni yaye ziyaphuphuma, ziya kunithintela ekubeni ngabangasebenzi nto okanye abangenasiqhamo+ ngokubhekisele kulwazi oluchanileyo lweNkosi yethu uYesu Kristu.
23 Leyo ke ihlwayelwe emhlabeni omhle, ngulowo ulivayo ilizwi aliqonde, aze ngokwenene avelise isiqhamo, omnye avelise ikhulu, omnye amashumi amathandathu, omnye amashumi amathathu.”+
4 Ngoko, bazalwana bam, nani nenziwa abafileyo kuwo uMthetho+ ngawo umzimba kaKRISTU, ukuze nibe ngabomnye,+ abalowo wavuswayo kwabafileyo,+ ukuze sibe nokuthwala isiqhamo+ kuThixo.
10 ukuze nihambe ngokumfaneleyo+ uYehova+ nize nimkholise ngokupheleleyo njengoko niqhubeka nivelisa isiqhamo kuwo wonke umsebenzi olungileyo+ lusanda nolwazi lwenu oluchanileyo+ ngoThixo,
8 Kuba ukuba ezi zinto zikho kuni yaye ziyaphuphuma, ziya kunithintela ekubeni ngabangasebenzi nto okanye abangenasiqhamo+ ngokubhekisele kulwazi oluchanileyo lweNkosi yethu uYesu Kristu.