INdumiso 45:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Phulaphula, ntombi, ubone, uze uyithobe indlebe yakho;Uze ubalibale abantu bakowenu nendlu kayihlo.+ 2 Korinte 11:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kuba ndiyanikhweletela ngekhwele lobuthixo,+ kuba ngokobuqu ndanithembisa ukunitshatisela+ kwindoda enye+ ukuze ndininikele ninjengentombi enyulu+ kuKRISTU.+
10 Phulaphula, ntombi, ubone, uze uyithobe indlebe yakho;Uze ubalibale abantu bakowenu nendlu kayihlo.+
2 Kuba ndiyanikhweletela ngekhwele lobuthixo,+ kuba ngokobuqu ndanithembisa ukunitshatisela+ kwindoda enye+ ukuze ndininikele ninjengentombi enyulu+ kuKRISTU.+