IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Roma 6:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Kuba isono simele singabi yinkosi phezu kwenu, ekubeni ningekho phantsi komthetho+ kodwa niphantsi kobubele obungasifanelanga.+

  • Galati 2:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Mna ke, ngawo umthetho ndafa kuwo umthetho,+ ukuze ndibe ngophilileyo kuThixo.+

  • Kolose 2:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 waza walucima+ uxwebhu olubhalwe ngesandla+ olunxamnye nathi, olwalunemimiselo+ nolwaluchasene nathi;+ walususa endleleni ngokulubethelela+ kwisibonda sentuthumbo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share