IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Roma 7:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Kodwa ngoku sikhululwe kuwo uMthetho,+ kuba siye safa+ koko kwakusibambile, ukuze sibe ngamakhoboka+ ngengqiqo entsha ngomoya,+ kungekhona ngengqiqo endala ngengqokelela yemithetho ebhaliweyo.+

  • Galati 5:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Ngapha koko, ukuba nikhokelwa ngumoya,+ anikho phantsi komthetho.+

  • Kolose 2:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 waza walucima+ uxwebhu olubhalwe ngesandla+ olunxamnye nathi, olwalunemimiselo+ nolwaluchasene nathi;+ walususa endleleni ngokulubethelela+ kwisibonda sentuthumbo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share