Galati 3:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kuba bonke abo baxhomekeke kwimisebenzi yomthetho baphantsi kwesiqalekiso; kuba kubhaliwe kwathiwa: “Uqalekisiwe wonke ubani ongazigciniyo zonke izinto ezibhaliweyo kumsongo woMthetho aze azenze.”+ Kolose 2:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 waza walucima+ uxwebhu olubhalwe ngesandla+ olunxamnye nathi, olwalunemimiselo+ nolwaluchasene nathi;+ walususa endleleni ngokulubethelela+ kwisibonda sentuthumbo.+
10 Kuba bonke abo baxhomekeke kwimisebenzi yomthetho baphantsi kwesiqalekiso; kuba kubhaliwe kwathiwa: “Uqalekisiwe wonke ubani ongazigciniyo zonke izinto ezibhaliweyo kumsongo woMthetho aze azenze.”+
14 waza walucima+ uxwebhu olubhalwe ngesandla+ olunxamnye nathi, olwalunemimiselo+ nolwaluchasene nathi;+ walususa endleleni ngokulubethelela+ kwisibonda sentuthumbo.+