IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • IMizekeliso 11:30
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 30 Isiqhamo selungisa ngumthi wobomi,+ nozuza imiphefumlo sisilumko.+

  • Hoseya 14:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 “UEfrayim uya kuthi, ‘Ndisenanto yakwenza ngantoni na nezithixo?’+

      “Mna ngokuqinisekileyo ndiya kuphendula yaye ndiya kuqhubeka ndimkhangela.+ Ndinjengomthi onabileyo wejunipha.+ Siyafunyanwa kum isiqhamo sakho.”

  • Yohane 15:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Asinini enanyula mna, kodwa ndim owanyula nina, kwaye ndanimisela ukuba niqhubeke nize nihlale nithwala isiqhamo+ nokuze isiqhamo senu sihlale; ukuze oko nikucelayo kuBawo egameni lam aninike.+

  • Galati 5:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Ke sona isiqhamo+ somoya luthando, uvuyo, uxolo, ukuzeka kade umsindo, ububele, ukulunga,+ ukholo,

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share