IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Mateyu 28:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Hambani ke ngoko niye kubenza abafundi+ abantu beentlanga zonke,+ nibabhaptiza+ egameni loYise+ neloNyana+ nelomoya oyingcwele,+

  • Roma 1:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Kodwa andifuni ningazi, bazalwana,+ ukuba izihlandlo ezininzi bendinenjongo yokuza kuni,+ kodwa bendithintelekile de kwangoku, ukuze ndizuze isiqhamo+ esithile phakathi kwenu njengaphakathi kwezinye iintlanga.

  • Filipi 1:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Ke kaloku ukuba ndiqhubeka ndiphila enyameni, oku kusisiqhamo somsebenzi wam+—ukanti ukuba yiyiphi na into endiyikhethayo andikwenzi kwaziwe.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share