Yohane 15:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Asinini enanyula mna, kodwa ndim owanyula nina, kwaye ndanimisela ukuba niqhubeke nize nihlale nithwala isiqhamo+ nokuze isiqhamo senu sihlale; ukuze oko nikucelayo kuBawo egameni lam aninike.+ Filipi 4:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Asikuko ukuba ndifuna ukuphiwa,+ kodwa eyona nto ndiyifunayo sisiqhamo+ esizisa udumo kuni.
16 Asinini enanyula mna, kodwa ndim owanyula nina, kwaye ndanimisela ukuba niqhubeke nize nihlale nithwala isiqhamo+ nokuze isiqhamo senu sihlale; ukuze oko nikucelayo kuBawo egameni lam aninike.+