IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Mateyu 9:36
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 36 Akubona izihlwele wazisizela,+ ngenxa yokuba zazihlinzekile, zilahliwe njengezimvu ezingenamalusi.+

  • Mateyu 15:32
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 32 Kodwa uYesu wabizela kuye abafundi bakhe waza wathi:+ “Ndiyasisizela+ esi sihlwele, ngenxa yokuba sekuziintsuku ezintathu sihleli nam yaye asinanto yakudla; kwaye andifuni kusindulula singatyanga. Kunokwenzeka sityhafe endleleni.”

  • Marko 1:41
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 41 Ngako oko waba nosizi,+ waza wasolula isandla sakhe wamchukumisa, wathi kuye: “Ndiyathanda. Hlambuluka.”+

  • Luka 7:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Yathi yakumbona iNkosi, yaba nosizi+ ngaye, yaza yathi kuye: “Musa ukulila.”+

  • Hebhere 2:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Ngenxa yoko wayebophelelekile ukuba abe “njengabazalwana” bakhe kwiinkalo zonke,+ ukuze abe nokuba ngumbingeleli omkhulu onenceba nothembekileyo kwizinto eziphathelele uThixo,+ ukuze anikele umbingelelo wokucamagushela+ izono zabantu.+

  • Hebhere 5:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Uyakwazi ukuqhubana ngobungcathu kunye nabangenalwazi nabo benza iziphoso ekubeni naye enobuthathaka bakhe,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share