Roma 5:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kuba ukuba, xa sasiziintshaba,+ saxolelaniswa noThixo ngokufa koNyana wakhe,+ kobeka phi na ke ngoku ukusindiswa ngobomi bakhe,+ ekubeni sixolelanisiwe. 2 Korinte 5:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Kodwa zonke izinto zivela kuThixo, owasixolelanisa+ naye ngoKristu waza wasinika ubulungiseleli+ boxolelaniso,
10 Kuba ukuba, xa sasiziintshaba,+ saxolelaniswa noThixo ngokufa koNyana wakhe,+ kobeka phi na ke ngoku ukusindiswa ngobomi bakhe,+ ekubeni sixolelanisiwe.
18 Kodwa zonke izinto zivela kuThixo, owasixolelanisa+ naye ngoKristu waza wasinika ubulungiseleli+ boxolelaniso,