IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 8:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 “Wakuba udlile wanela,+ uze umbonge+ uYehova uThixo wakho ngenxa yelizwe elihle akunike lona.+

  • 1 Samuweli 9:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Kamsimnya nje nakufika esixekweni, niya kuyifumana kanye ngaphambi kokuba inyuke iye kudla endaweni ephakamileyo; ngenxa yokuba abantu abanakudla de kube sekufikeni kwayo, kuba yiyo esikelela umbingelelo.+ Emva koko badle ke kuqala abo bamenyiweyo. Nyukani ke, ngenxa yokuba yona—niya kuyifumana kanye ngoku.”

  • Mateyu 14:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Wandula wayalela izihlwele ukuba zingqendeve engceni, wazithabatha izonka ezo ezihlanu neentlanzi ezimbini, wakhangela phezulu ezulwini, wacela intsikelelo,+ waza akuba eziqhekezile izonka, wazabela abafundi, abafundi bona bazabela izihlwele.+

  • Marko 8:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Wayalela isihlwele ukuba singqendeve emhlabeni, yaye wathabatha izonka ezisixhenxe, wabulela,+ waziqhekeza, waza wazinika abafundi bakhe ukuba bazidlulise, yaye bazidlulisela esihlweleni.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share