Mateyu 15:36 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 36 wazithabatha ezo zonka zisixhenxe neentlanzi waza, emva kokubulela, waziqhekeza, wazabela abafundi, baza bona abafundi bazabela izihlwele.+ Marko 6:41 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 41 Wazithabatha izonka ezihlanu neentlanzi ezimbini wakhangela phezulu ezulwini waza wacela intsikelelo,+ waziqhekeza+ izonka waza wazinika abafundi, ukuze bona bazibeke phambi kwabantu; wabahlulela bonke iintlanzi ezimbini. Luka 9:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Ezithabathile ezo zonka zihlanu neentlanzi ezimbini, wakhangela phezulu ezulwini, wazisikelela, waziqhekeza waza wazinika abafundi ukuba bazibeke phambi kwesihlwele.+
36 wazithabatha ezo zonka zisixhenxe neentlanzi waza, emva kokubulela, waziqhekeza, wazabela abafundi, baza bona abafundi bazabela izihlwele.+
41 Wazithabatha izonka ezihlanu neentlanzi ezimbini wakhangela phezulu ezulwini waza wacela intsikelelo,+ waziqhekeza+ izonka waza wazinika abafundi, ukuze bona bazibeke phambi kwabantu; wabahlulela bonke iintlanzi ezimbini.
16 Ezithabathile ezo zonka zihlanu neentlanzi ezimbini, wakhangela phezulu ezulwini, wazisikelela, waziqhekeza waza wazinika abafundi ukuba bazibeke phambi kwesihlwele.+