Marko 6:41 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 41 Wazithabatha izonka ezihlanu neentlanzi ezimbini wakhangela phezulu ezulwini waza wacela intsikelelo,+ waziqhekeza+ izonka waza wazinika abafundi, ukuze bona bazibeke phambi kwabantu; wabahlulela bonke iintlanzi ezimbini. Yohane 6:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ngoko uYesu wazithabatha izonka waza, emva kokubulela, wazabela abo babengqendevile, kwangokunjalo neentlanzi ezincinane kangangoko babefuna.+
41 Wazithabatha izonka ezihlanu neentlanzi ezimbini wakhangela phezulu ezulwini waza wacela intsikelelo,+ waziqhekeza+ izonka waza wazinika abafundi, ukuze bona bazibeke phambi kwabantu; wabahlulela bonke iintlanzi ezimbini.
11 Ngoko uYesu wazithabatha izonka waza, emva kokubulela, wazabela abo babengqendevile, kwangokunjalo neentlanzi ezincinane kangangoko babefuna.+