IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Mateyu 26:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 Njengoko babeqhubeka besidla, uYesu wathabatha isonka+ waza, emva kokucela intsikelelo, wasiqhekeza,+ wanika abafundi, wathi: “Thabathani, nidle. Oku kuthetha umzimba wam.”+

  • Marko 8:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Wayalela isihlwele ukuba singqendeve emhlabeni, yaye wathabatha izonka ezisixhenxe, wabulela,+ waziqhekeza, waza wazinika abafundi bakhe ukuba bazidlulise, yaye bazidlulisela esihlweleni.+

  • IZenzo 27:35
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 35 Emva kokutsho oku, naye wathabatha isonka, wambulela+ uThixo phambi kwabo bonke, wasiqhekeza waza watya.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share