Mateyu 15:36 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 36 wazithabatha ezo zonka zisixhenxe neentlanzi waza, emva kokubulela, waziqhekeza, wazabela abafundi, baza bona abafundi bazabela izihlwele.+ Marko 8:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Wayalela isihlwele ukuba singqendeve emhlabeni, yaye wathabatha izonka ezisixhenxe, wabulela,+ waziqhekeza, waza wazinika abafundi bakhe ukuba bazidlulise, yaye bazidlulisela esihlweleni.+ Yohane 6:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ngoko uYesu wazithabatha izonka waza, emva kokubulela, wazabela abo babengqendevile, kwangokunjalo neentlanzi ezincinane kangangoko babefuna.+ Roma 14:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Lowo ugcina umhla uwugcinela uYehova. Kanjalo, lowo utyayo, utyela uYehova,+ kuba uyabulela kuThixo;+ nalowo ungatyiyo engatyi nje wenzela uYehova,+ ukanti uyabulela kuThixo.+ 1 Timoti 4:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kaloku yonke indalo kaThixo isulungekile,+ ngoko ke makungabikho nto igatywayo+ xa yamkelwe ngombulelo,+
36 wazithabatha ezo zonka zisixhenxe neentlanzi waza, emva kokubulela, waziqhekeza, wazabela abafundi, baza bona abafundi bazabela izihlwele.+
6 Wayalela isihlwele ukuba singqendeve emhlabeni, yaye wathabatha izonka ezisixhenxe, wabulela,+ waziqhekeza, waza wazinika abafundi bakhe ukuba bazidlulise, yaye bazidlulisela esihlweleni.+
11 Ngoko uYesu wazithabatha izonka waza, emva kokubulela, wazabela abo babengqendevile, kwangokunjalo neentlanzi ezincinane kangangoko babefuna.+
6 Lowo ugcina umhla uwugcinela uYehova. Kanjalo, lowo utyayo, utyela uYehova,+ kuba uyabulela kuThixo;+ nalowo ungatyiyo engatyi nje wenzela uYehova,+ ukanti uyabulela kuThixo.+
4 Kaloku yonke indalo kaThixo isulungekile,+ ngoko ke makungabikho nto igatywayo+ xa yamkelwe ngombulelo,+