Luka 15:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 “Nguwuphi na umntu kuni onezimvu ezilikhulu, kuze kulahleke enye yazo, ongayi kuzishiya ezingamashumi asithoba anesithoba ngasemva entlango, aye kufuna leyo ilahlekileyo ade ayifumane?+
4 “Nguwuphi na umntu kuni onezimvu ezilikhulu, kuze kulahleke enye yazo, ongayi kuzishiya ezingamashumi asithoba anesithoba ngasemva entlango, aye kufuna leyo ilahlekileyo ade ayifumane?+