IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Hezekile 34:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 “‘Kuba itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi: “Ndim lo, mna ngokwam, yaye ndiya kuzifuna izimvu zam ndize ndizinyamekele.+

  • Mateyu 18:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 “Nithini nina? Ukuba umntu unezimvu ezilikhulu ize enye yazo ibhadule,+ akayi kuzishiya ezintabeni na ezingamashumi asithoba anesithoba aze anduluke aye kufuna leyo ibhadulayo?+

  • Luka 19:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Kuba uNyana womntu weza kufuna nokusindisa oko kulahlekileyo.”+

  • 1 Petros 2:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 Kuba naninjengezimvu ezibhadulayo;+ kodwa ngoku nibuyele kumalusi+ nomveleli wemiphefumlo yenu.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share