IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Hezekile 34:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 “Elahlekileyo ndiya kuyifuna,+ nebhaduleyo ndiya kuyibuyisa, neyaphukileyo ndiya kuyibopha, negulayo ndiya kuyomeleza, kodwa etyebileyo+ neyomeleleyo ndiya kuyibhubhisa. Leyo ndiya kuyondla ngomgwebo.”+

  • Mateyu 9:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Hambani, ngoko, nize nifunde okuthethwa koku, ‘Ndifuna inceba, kungekhona umbingelelo.’+ Kuba ndize kubiza, kungekhona amalungisa, kodwa aboni.”

  • Mateyu 10:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 kodwa, esikhundleni soko, yiyani ngokuqhubekayo kwizimvu ezilahlekileyo zendlu kaSirayeli.+

  • Luka 15:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 “Nguwuphi na umntu kuni onezimvu ezilikhulu, kuze kulahleke enye yazo, ongayi kuzishiya ezingamashumi asithoba anesithoba ngasemva entlango, aye kufuna leyo ilahlekileyo ade ayifumane?+

  • Roma 5:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Kodwa uThixo ubonakalisa uthando lwakhe+ kuthi ngokuthi, ngoxa sasisengaboni, uKristu asifele.+

  • 1 Timoti 1:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Lithembekile yaye lifanelwe kukwamkelwa ngokupheleleyo ilizwi elithi+ uKristu Yesu weza ehlabathini ukuze asindise aboni.+ Ndingobalaseleyo kubo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share