Isaya 42:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 42 Khangela! Umkhonzi wam,+ endimxhasayo!+ Onyuliweyo wam,+ lowo ukholisiweyo nguye umphefumlo wam!+ Ndifake umoya wam kuye.+ Uya kuzizisela okusesikweni iintlanga.+ Mateyu 3:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Emva kokuba ebhaptiziwe uYesu ngoko nangoko wenyuka emanzini; yaye, khangela! amazulu avuleka,+ waza wabona umoya kaThixo usihla njengehobe+ phezu kwakhe.+ Luka 3:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 kwaza kwehla phezu kwakhe umoya oyingcwele omile njengehobe, kwaphuma nelizwi ezulwini lisithi: “UnguNyana wam, oyintanda; ndikholisiwe nguwe.”+ Yohane 1:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 UYohane wangqina, esithi: “Ndawubona umoya usihla njengehobe uphuma ezulwini, waza wahlala phezu kwakhe.+
42 Khangela! Umkhonzi wam,+ endimxhasayo!+ Onyuliweyo wam,+ lowo ukholisiweyo nguye umphefumlo wam!+ Ndifake umoya wam kuye.+ Uya kuzizisela okusesikweni iintlanga.+
16 Emva kokuba ebhaptiziwe uYesu ngoko nangoko wenyuka emanzini; yaye, khangela! amazulu avuleka,+ waza wabona umoya kaThixo usihla njengehobe+ phezu kwakhe.+
22 kwaza kwehla phezu kwakhe umoya oyingcwele omile njengehobe, kwaphuma nelizwi ezulwini lisithi: “UnguNyana wam, oyintanda; ndikholisiwe nguwe.”+
32 UYohane wangqina, esithi: “Ndawubona umoya usihla njengehobe uphuma ezulwini, waza wahlala phezu kwakhe.+