Mateyu 12:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 “Ngenxa yoko ndithi kuni, Lonke uhlobo lwesono nokunyelisa baya kukuxolelwa abantu, kodwa ukunyelisa umoya akuyi kuxolelwa.+ Luka 12:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Yaye wonk’ ubani otsho ilizwi elinxamnye noNyana womntu, uya kukuxolelwa oko; kodwa lowo unyelisa umoya oyingcwele akayi kukuxolelwa oko.+
31 “Ngenxa yoko ndithi kuni, Lonke uhlobo lwesono nokunyelisa baya kukuxolelwa abantu, kodwa ukunyelisa umoya akuyi kuxolelwa.+
10 Yaye wonk’ ubani otsho ilizwi elinxamnye noNyana womntu, uya kukuxolelwa oko; kodwa lowo unyelisa umoya oyingcwele akayi kukuxolelwa oko.+