Mateyu 13:55 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 55 Asingonyana womchweli na lo?+ Unina akabizwa ngokuba nguMariya na, nabantakwabo asingoYakobi noYosefu noSimon noYudas na? Yohane 2:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Emva koku yena nonina nabantakwabo+ nabafundi bakhe behla baya eKapernahum,+ kodwa abahlalanga ntsuku zininzi apho. IZenzo 1:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Bonke aba babezingisa ngamxhelo mnye emthandazweni,+ ndawonye nabafazi abathile+ noMariya unina kaYesu kunye nabantakwabo.+
55 Asingonyana womchweli na lo?+ Unina akabizwa ngokuba nguMariya na, nabantakwabo asingoYakobi noYosefu noSimon noYudas na?
12 Emva koku yena nonina nabantakwabo+ nabafundi bakhe behla baya eKapernahum,+ kodwa abahlalanga ntsuku zininzi apho.
14 Bonke aba babezingisa ngamxhelo mnye emthandazweni,+ ndawonye nabafazi abathile+ noMariya unina kaYesu kunye nabantakwabo.+