Mateyu 12:46 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 46 Ngoxa wayesathetha nezihlwele, khangela! unina nabantakwabo+ bema ngaphandle befuna ukuthetha naye. Mateyu 13:55 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 55 Asingonyana womchweli na lo?+ Unina akabizwa ngokuba nguMariya na, nabantakwabo asingoYakobi noYosefu noSimon noYudas na? Marko 3:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Kwafika unina nabantakwabo,+ baza njengoko babemi ngaphandle, bathumela kuye ukuba abizwe.+ Luka 8:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Ke kaloku unina nabantakwabo+ beza ngakuye, kodwa babengakwazi ukufikelela kuye ngenxa yesihlwele.+ IZenzo 1:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Bonke aba babezingisa ngamxhelo mnye emthandazweni,+ ndawonye nabafazi abathile+ noMariya unina kaYesu kunye nabantakwabo.+ 1 Korinte 9:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Sinegunya lokuthabatha udade njengomfazi,+ kwanjengabanye abapostile nabantakwab’ eNkosi+ noKefas,+ akunjalo? Galati 1:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Kodwa andibonanga nabani na ongomnye kubapostile, ngaphandle kukaYakobi+ kuphela umntakwab’ eNkosi.+
46 Ngoxa wayesathetha nezihlwele, khangela! unina nabantakwabo+ bema ngaphandle befuna ukuthetha naye.
55 Asingonyana womchweli na lo?+ Unina akabizwa ngokuba nguMariya na, nabantakwabo asingoYakobi noYosefu noSimon noYudas na?
19 Ke kaloku unina nabantakwabo+ beza ngakuye, kodwa babengakwazi ukufikelela kuye ngenxa yesihlwele.+
14 Bonke aba babezingisa ngamxhelo mnye emthandazweni,+ ndawonye nabafazi abathile+ noMariya unina kaYesu kunye nabantakwabo.+
5 Sinegunya lokuthabatha udade njengomfazi,+ kwanjengabanye abapostile nabantakwab’ eNkosi+ noKefas,+ akunjalo?
19 Kodwa andibonanga nabani na ongomnye kubapostile, ngaphandle kukaYakobi+ kuphela umntakwab’ eNkosi.+