Mateyu 13:55 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 55 Asingonyana womchweli na lo?+ Unina akabizwa ngokuba nguMariya na, nabantakwabo asingoYakobi noYosefu noSimon noYudas na? Marko 3:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Kwafika unina nabantakwabo,+ baza njengoko babemi ngaphandle, bathumela kuye ukuba abizwe.+ Yohane 2:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Emva koku yena nonina nabantakwabo+ nabafundi bakhe behla baya eKapernahum,+ kodwa abahlalanga ntsuku zininzi apho. IZenzo 1:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Bonke aba babezingisa ngamxhelo mnye emthandazweni,+ ndawonye nabafazi abathile+ noMariya unina kaYesu kunye nabantakwabo.+ 1 Korinte 9:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Sinegunya lokuthabatha udade njengomfazi,+ kwanjengabanye abapostile nabantakwab’ eNkosi+ noKefas,+ akunjalo? Galati 1:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Kodwa andibonanga nabani na ongomnye kubapostile, ngaphandle kukaYakobi+ kuphela umntakwab’ eNkosi.+
55 Asingonyana womchweli na lo?+ Unina akabizwa ngokuba nguMariya na, nabantakwabo asingoYakobi noYosefu noSimon noYudas na?
12 Emva koku yena nonina nabantakwabo+ nabafundi bakhe behla baya eKapernahum,+ kodwa abahlalanga ntsuku zininzi apho.
14 Bonke aba babezingisa ngamxhelo mnye emthandazweni,+ ndawonye nabafazi abathile+ noMariya unina kaYesu kunye nabantakwabo.+
5 Sinegunya lokuthabatha udade njengomfazi,+ kwanjengabanye abapostile nabantakwab’ eNkosi+ noKefas,+ akunjalo?
19 Kodwa andibonanga nabani na ongomnye kubapostile, ngaphandle kukaYakobi+ kuphela umntakwab’ eNkosi.+