Mateyu 12:46 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 46 Ngoxa wayesathetha nezihlwele, khangela! unina nabantakwabo+ bema ngaphandle befuna ukuthetha naye. Luka 8:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Ke kaloku unina nabantakwabo+ beza ngakuye, kodwa babengakwazi ukufikelela kuye ngenxa yesihlwele.+
46 Ngoxa wayesathetha nezihlwele, khangela! unina nabantakwabo+ bema ngaphandle befuna ukuthetha naye.
19 Ke kaloku unina nabantakwabo+ beza ngakuye, kodwa babengakwazi ukufikelela kuye ngenxa yesihlwele.+