Mateyu 13:55 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 55 Asingonyana womchweli na lo?+ Unina akabizwa ngokuba nguMariya na, nabantakwabo asingoYakobi noYosefu noSimon noYudas na? Yohane 7:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Abantakwabo,+ enyanisweni, babengalubonisi ukholo kuye.+ IZenzo 1:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Bonke aba babezingisa ngamxhelo mnye emthandazweni,+ ndawonye nabafazi abathile+ noMariya unina kaYesu kunye nabantakwabo.+
55 Asingonyana womchweli na lo?+ Unina akabizwa ngokuba nguMariya na, nabantakwabo asingoYakobi noYosefu noSimon noYudas na?
14 Bonke aba babezingisa ngamxhelo mnye emthandazweni,+ ndawonye nabafazi abathile+ noMariya unina kaYesu kunye nabantakwabo.+