IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Mateyu 12:47
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 47 Ngoko uthile wathi kuye: “Khangela! Unyoko nabantakwenu bemi ngaphandle, bafuna ukuthetha nawe.”

  • Marko 6:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Lo ngumchweli+ unyana kaMariya+ nomntakwabo Yakobi+ noYosefu noYudas noSimon,+ akunjalo? Yaye oodade wabo balapha kunye nathi, akunjalo?” Ngoko bakhubeka kuye.+

  • Luka 8:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Noko ke, waxelelwa kwathiwa: “Unyoko nabantakwenu bemi ngaphandle bafuna ukukubona.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share