Mateyu 6:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 “Ngenxa yoku ndithi kuni: Musani ukuxhalela+ imiphefumlo yenu mayela noko niya kukudla okanye oko niya kukusela, okanye imizimba yenu mayela noko niya kukunxiba.+ Umphefumlo awungaphezulu na kunokutya nomzimba kunesinxibo?+ Mateyu 24:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 Kuba njengokuba babenjalo ngaloo mihla yangaphambi komkhukula, besidla, besela, amadoda etshata namabhinqa etshatiswa, de kwaba yimini awangena ngayo uNowa+ emkhombeni;+
25 “Ngenxa yoku ndithi kuni: Musani ukuxhalela+ imiphefumlo yenu mayela noko niya kukudla okanye oko niya kukusela, okanye imizimba yenu mayela noko niya kukunxiba.+ Umphefumlo awungaphezulu na kunokutya nomzimba kunesinxibo?+
38 Kuba njengokuba babenjalo ngaloo mihla yangaphambi komkhukula, besidla, besela, amadoda etshata namabhinqa etshatiswa, de kwaba yimini awangena ngayo uNowa+ emkhombeni;+