IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • IMizekeliso 23:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Ngaba uya kubukrwaqula ngamehlo akho na, ekubeni bungeyonto?+ Kuba bona buzenzela amaphiko njengokhozi buze buphaphazele businge emazulwini.+

  • Marko 10:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Emva kokusingasinga uYesu wathi kubafundi bakhe: “Hayi indlela ekuya kuba nzima ngayo ngabo banemali+ ukungena ebukumkanini bukaThixo!”+

  • Luka 18:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 UYesu wakhangela kuye waza wathi: “Hayi indlela ekuya kuba nzima ngayo ngabo banemali ukungena ebukumkanini bukaThixo!+

  • 1 Timoti 6:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Noko ke, abo bazimisele ukuba zizityebi beyela ekuhendweni+ nasemgibeni, nakwiminqweno emininzi engekho ngqiqweni neyenzakalisayo,+ ekhokelela entshabalalweni nasekonakaleni.+

  • 2 Timoti 4:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Kaloku uDemas+ undishiyile waya eTesalonika, ngenxa yokuthanda inkqubo yezinto yangoku;+ uKreskens uye eGalati,+ uTito uye eDalmatiya.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share