IMizekeliso 20:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ilifa lifunyanwa ngokubawa ekuqaleni,+ kodwa ikamva lalo aliyi kusikelelwa.+ Kolose 3:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Bhubhisani,+ ke ngoko, amalungu enu omzimba+ asemhlabeni, uhenyuzo, ukungahlambuluki, inkanuko yesini,+ umnqweno owenzakalisayo, nokubawa,+ okulunqulo-zithixo. Tito 1:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Kuba umveleli umele abe ngongenakumangaleleka+ njengegosa likaThixo,+ angabi ngowenza unothanda,+ angabi ngoqumba msinya,+ angaxokozeliswa butywala,+ angabi ngumbethi,+ angabaweli inzuzo yokunganyaniseki,+
5 Bhubhisani,+ ke ngoko, amalungu enu omzimba+ asemhlabeni, uhenyuzo, ukungahlambuluki, inkanuko yesini,+ umnqweno owenzakalisayo, nokubawa,+ okulunqulo-zithixo.
7 Kuba umveleli umele abe ngongenakumangaleleka+ njengegosa likaThixo,+ angabi ngowenza unothanda,+ angabi ngoqumba msinya,+ angaxokozeliswa butywala,+ angabi ngumbethi,+ angabaweli inzuzo yokunganyaniseki,+