1 Korinte 6:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Sabani kulo uhenyuzo.+ Sonke esinye isono asenokusenza umntu singaphandle komzimba wakhe, kodwa lowo uqhelisela uhenyuzo wona nxamnye nomzimba wakhe.+ Efese 5:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Uhenyuzo+ nako konke ukungahlambuluki nokubawa+ makungakhe kukhankanywe kwaukukhankanywa phakathi kwenu,+ kanye njengoko kubafaneleyo abantu abangcwele;+ 2 Timoti 2:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Ngoko, zisabe iinkanuko zobutsha,+ uphuthume ubulungisa,+ ukholo, uthando, uxolo,+ kunye nabo babiza eNkosini ngentliziyo ehlambulukileyo.+
18 Sabani kulo uhenyuzo.+ Sonke esinye isono asenokusenza umntu singaphandle komzimba wakhe, kodwa lowo uqhelisela uhenyuzo wona nxamnye nomzimba wakhe.+
3 Uhenyuzo+ nako konke ukungahlambuluki nokubawa+ makungakhe kukhankanywe kwaukukhankanywa phakathi kwenu,+ kanye njengoko kubafaneleyo abantu abangcwele;+
22 Ngoko, zisabe iinkanuko zobutsha,+ uphuthume ubulungisa,+ ukholo, uthando, uxolo,+ kunye nabo babiza eNkosini ngentliziyo ehlambulukileyo.+