Mateyu 10:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ngoko wabiza abafundi bakhe abalishumi elinesibini waza wabanika igunya koomoya abangahlambulukanga,+ ukuze babakhuphe baze baphilise lonke uhlobo lwesifo nalo lonke uhlobo lobulwelwe. Luka 9:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Wandula ke wababizela ndawonye abalishumi elinesibini waza wabanika amandla negunya phezu kwazo zonke iidemon nokuphilisa izifo.+
10 Ngoko wabiza abafundi bakhe abalishumi elinesibini waza wabanika igunya koomoya abangahlambulukanga,+ ukuze babakhuphe baze baphilise lonke uhlobo lwesifo nalo lonke uhlobo lobulwelwe.
9 Wandula ke wababizela ndawonye abalishumi elinesibini waza wabanika amandla negunya phezu kwazo zonke iidemon nokuphilisa izifo.+