Mateyu 10:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ngoko wabiza abafundi bakhe abalishumi elinesibini waza wabanika igunya koomoya abangahlambulukanga,+ ukuze babakhuphe baze baphilise lonke uhlobo lwesifo nalo lonke uhlobo lobulwelwe. Marko 3:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Wandula ke wayila iqela labalishumi elinesibini, awakwalithiya ngokuthi “abapostile,” ukuze baqhubeke kunye naye nokuze abathume baye kushumayela+ Marko 6:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Wabiza abalishumi elinesibini, wabathuma ngababini,+ waza wabanika igunya phezu koomoya abangahlambulukanga.+
10 Ngoko wabiza abafundi bakhe abalishumi elinesibini waza wabanika igunya koomoya abangahlambulukanga,+ ukuze babakhuphe baze baphilise lonke uhlobo lwesifo nalo lonke uhlobo lobulwelwe.
14 Wandula ke wayila iqela labalishumi elinesibini, awakwalithiya ngokuthi “abapostile,” ukuze baqhubeke kunye naye nokuze abathume baye kushumayela+
7 Wabiza abalishumi elinesibini, wabathuma ngababini,+ waza wabanika igunya phezu koomoya abangahlambulukanga.+