INtshumayeli 4:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ababini balunge ngakumbi kunomnye,+ ngenxa yokuba banomvuzo ngomsebenzi wabo onzima.+ Luka 10:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Emva kwezi zinto iNkosi yatyumba abanye abangamashumi asixhenxe+ yaza yabathumela ngababini+ phambi kwayo kwizixeko neendawo zonke ezo yona ngokwayo eyayiza kuya kuzo.
10 Emva kwezi zinto iNkosi yatyumba abanye abangamashumi asixhenxe+ yaza yabathumela ngababini+ phambi kwayo kwizixeko neendawo zonke ezo yona ngokwayo eyayiza kuya kuzo.